IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 16:8-11
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  8 UYehova uhlala ephambi kwam.+

      Ekubeni engasekunene kwam, soze ndigungqiswe.*+

       9 Ngoko ke intliziyo yam iyavuya, ndonwabe ngokupheleleyo.

      Ibe ndikhuselekile.*

      10 Kuba awuzukundishiya engcwabeni.*+

      Awuzukumvumela lowo ukukhonza ngokungagungqiyo ukuba abone umngxuma.*+

      11 Undazisa indlela yobomi.+

      Konwatywa kakhulu apho ukhoyo;*+

      Kuvuywa* ngonaphakade ngakwisandla sakho sasekunene.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share