IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 49:15
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 15 Kodwa mna, uThixo uza kundikhulula emandleni* engcwaba,*+

      Kuba uza kunditsala andikhuphe. (Selah)

  • IZenzo 2:31
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 31 wabona kwangaphambili waza wathetha ngovuko lukaKristu, esithi akazukushiywa engcwabeni* nenyama yakhe ayizukubola.+

  • IZenzo 3:15
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 15 yena uMmeli Oyintloko wobomi nambulala.+ Kodwa uThixo uye wamvusa, ibe thina singamangqina aloo nto.+

  • ISityhilelo 1:17, 18
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 17 Ndathi ndakumbona, ndawa ezinyaweni zakhe, ndanjengofileyo.

      Yena wabeka isandla sakhe sasekunene phezu kwam, wathi: “Sukoyika. NdingowokuQala+ nowokuGqibela,+ 18 nophilayo,+ ndandifile+ kodwa jonga ngoku ndiyaphila ngonaphakade kanaphakade,+ yaye ndinezitshixo zokufa nezengcwaba.*+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share