-
Luka 6:34, 35IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
34 Ukuba ubolekisa kwabo ulindele ukuba bakubhatale, inceda ngantoni loo nto?+ Naboni baboleka aboni, kuba belindele ukubhatalwa. 35 Kodwa ke nina, qhubekani nizithanda iintshaba zenu, nisenza izinto ezintle, nibolekise ningalindelanga kufumana nto;+ niza kuvuzwa kakhulu, nize nibe ngoonyana Boyena Uphakamileyo, kuba yena unobubele kwabo bangenambulelo nabenzi-bubi.+
-