IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Ezra 1:2, 3
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 2 “Uthi uKumkani uKoreshi wasePersi, ‘UYehova uThixo wamazulu uzinike mna zonke izizwe* zomhlaba,+ yaye undithumile ukuba ndimakhele indlu eYerusalem+ ekwaYuda. 3 Nabani na phakathi kwenu ongowakhe, kwanga uThixo wakhe anganaye. Makahambe aye eYerusalem, ekwaYuda, ayokuphinda akhe indlu kaYehova uThixo kaSirayeli, uThixo wokwenene, owayenendlu eseYerusalem.*

  • INdumiso 85:1
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 85 Uyalithanda Yehova, ilizwe lakho;+

      Ubabuyisile abantu bakaYakobi ababethinjiwe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share