9 Kuba xa nibuyela kuYehova, abazalwana benu noonyana benu baza kwenzelwa inceba ngabo babathimbileyo,+ ibe baza kuvunyelwa babuyele kweli lizwe,+ kuba uYehova uThixo wenu uyabavela abantu kwaye unenceba.+ Ukuba nibuyela kuye, akasoze abususe ubuso bakhe kuni.”+