Genesis 18:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Andiyicingi nokuyicinga ukuba ungenza into enjalo, ubulale umntu olilungisa nomenzi-bubi, lize ilungisa nomenzi-bubi babe nesiphelo esinye!+ Ngokuqinisekileyo awunakuyenza loo nto.+ Ngaba uMgwebi womhlaba wonke akazukwenza okulungileyo?”+ Duteronomi 32:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 LiLiwa, ugqibelele umsebenzi wakhe,+Kuba zonke indlela zakhe zezobulungisa.+ NguThixo othembekileyo,+ ongaze awugqwethe umgwebo;+Lilungisa yaye zonke izinto uzenza kakuhle.+
25 Andiyicingi nokuyicinga ukuba ungenza into enjalo, ubulale umntu olilungisa nomenzi-bubi, lize ilungisa nomenzi-bubi babe nesiphelo esinye!+ Ngokuqinisekileyo awunakuyenza loo nto.+ Ngaba uMgwebi womhlaba wonke akazukwenza okulungileyo?”+
4 LiLiwa, ugqibelele umsebenzi wakhe,+Kuba zonke indlela zakhe zezobulungisa.+ NguThixo othembekileyo,+ ongaze awugqwethe umgwebo;+Lilungisa yaye zonke izinto uzenza kakuhle.+