IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 94:14
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 14 Kuba uYehova akazukubalahla abantu bakhe,+

      Engazukulilahla nelifa lakhe.+

  • Mateyu 6:33
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 33 “Qhubekani, ke ngoko, nifuna kuqala uBukumkani bukaThixo nobulungisa bakhe, yaye zonke ezinye izinto ziza kongezelelwa kuni.+

  • Hebhere 13:5
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 5 Indlela eniphila ngayo mayibonise ukuba aningobathandi bemali,+ naneliseke zizinto eninazo.+ Kuba uThixo uthe: “Soze ndinishiye, ndingasoze ndinilahle.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share