IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 24:19
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 19 “Xa nivuna entsimini yenu kuze kubekho isithungu enisilibalayo, sanukubuya niye kusithatha. Sishiyeleni umntu wasemzini, umntwana ongenatata nomhlolokazi,+ ukuze uYehova uThixo wenu anisikelele kuyo yonke into eniyenzayo.+

  • INdumiso 145:15
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 15 Onke amehlo ajonge kuwe enethemba;

      Ubapha ukutya ngexesha elifanelekileyo.+

  • IMizekeliso 10:3
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  3 UYehova akazukubangela ilungisa lilambe,+

      Kodwa abantu ababi uza kubavimba izinto abazirhalelayo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share