Estere 5:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 UHaman waqhayisa ngobutyebi bakhe obuninzi, ngoonyana bakhe+ abaninzi, ngokunyuselwa kwakhe isikhundla nangokuphakanyiswa kwakhe ngaphezu kweenkosana nezicaka zikakumkani.+ Yobhi 21:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Kutheni abenzi-bubi beqhubeka bephila,+Besiba badala, baze babe zizityebi?*+
11 UHaman waqhayisa ngobutyebi bakhe obuninzi, ngoonyana bakhe+ abaninzi, ngokunyuselwa kwakhe isikhundla nangokuphakanyiswa kwakhe ngaphezu kweenkosana nezicaka zikakumkani.+