Eksodus 20:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 “Uze ungabulali.+ Duteronomi 5:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 “‘Uze ungabulali.+ Mateyu 5:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 “Niyazi ukuba kwathiwa kubantu bakudala: ‘Uze ungabulali,+ kuba nabani na obulalayo uza kuphenduliswa kwinkundla yamatyala.’+ 1 Yohane 3:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Nabani na ocaphukela umzalwana wakhe ungumbulali,*+ ibe niyazi kuba akukho mbulali uza kufumana ubomi obungunaphakade.+
21 “Niyazi ukuba kwathiwa kubantu bakudala: ‘Uze ungabulali,+ kuba nabani na obulalayo uza kuphenduliswa kwinkundla yamatyala.’+
15 Nabani na ocaphukela umzalwana wakhe ungumbulali,*+ ibe niyazi kuba akukho mbulali uza kufumana ubomi obungunaphakade.+