Mateyu 24:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Wathi esahleli kwiNtaba YemiNquma, abafundi bakhe beza kuthetha naye ecaleni, bathi: “Sixelele, ziza kwenzeka nini ezi zinto, ibe siza kubona ngantoni xa ukho*+ naxa sekuza kupheliswa ihlabathi?”*+ Marko 13:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 “Sixelele, ziza kwenzeka nini ezi zinto, ibe siza kubona ngantoni xa sele ziza kwenzeka?”+
3 Wathi esahleli kwiNtaba YemiNquma, abafundi bakhe beza kuthetha naye ecaleni, bathi: “Sixelele, ziza kwenzeka nini ezi zinto, ibe siza kubona ngantoni xa ukho*+ naxa sekuza kupheliswa ihlabathi?”*+