Mateyu 24:32, 33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 32 “Fundani isifundo kumthi wamafiya:* Xa ethamba amasetyana alo mthi, kuphume namagqabi, niyazi ukuba ihlobo likufutshane.+ 33 Nani ke, xa nibona zonke ezi zinto, ze nazi ukuba uNyana womntu sele esemnyango.+ Marko 13:28, 29 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 “Fundani isifundo kumthi wamafiya:* Xa ethamba amasetyana alo mthi, kuphume namagqabi, niyazi ukuba ihlobo likufutshane.+ 29 Nani ke, xa nibona ezi zinto, ze nazi ukuba uNyana womntu sele esemnyango.+
32 “Fundani isifundo kumthi wamafiya:* Xa ethamba amasetyana alo mthi, kuphume namagqabi, niyazi ukuba ihlobo likufutshane.+ 33 Nani ke, xa nibona zonke ezi zinto, ze nazi ukuba uNyana womntu sele esemnyango.+
28 “Fundani isifundo kumthi wamafiya:* Xa ethamba amasetyana alo mthi, kuphume namagqabi, niyazi ukuba ihlobo likufutshane.+ 29 Nani ke, xa nibona ezi zinto, ze nazi ukuba uNyana womntu sele esemnyango.+