IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yohane 1:12
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 12 Kodwa ke bonke abamamkelayo, wabanceda baba ngabantwana bakaThixo,+ kuba babekholwa kuye.+

  • Yohane 14:6
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 6 UYesu wathi kuye: “Ndim indlela+ nenyaniso+ nobomi.+ Akukho mntu uya kuTata engayi ngam.+

  • 1 Timoti 2:5, 6
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 5 Kuba mnye uThixo,+ mnye nomlamli+ phakathi koThixo nabantu,+ uKristu Yesu,+ 6 owazinikelayo ukuze ahlawulele wonke umntu,+ nto leyo ekuza kuthethwa ngayo ngexesha elifanelekileyo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share