46 wathi: “Kubhalwe kwathiwa, uKristu wayeza kuva iintlungu aze avuke ekufeni ngosuku lwesithathu,+ 47 yaye kwakuza kushunyayelwa ukuba abantu bazo zonke iintlanga+ mabaguquke baze baxolelwe izono+ egameni lakhe, kuqalwe eYerusalem.+ 48 Nimele nizibonele ngokwenu ezi zinto zisenzeka.+