-
Filipi 2:9-11IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
9 Ngenxa yaloo nto, uThixo wamphakamisa wambeka kwisikhundla esiphezulu+ waza ngobubele wamnika igama elingaphezu kwawo onke amanye amagama,+ 10 ukuze bonke abantu baguqe egameni likaYesu, abo basezulwini, abo basemhlabeni nabo baphantsi komhlaba,+ 11 zize zonke iilwimi zivume ekuhleni ukuba uYesu Kristu uyiNkosi,+ nto leyo eyenza kuzukiswe uThixo uTata.
-