IZenzo 4:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Babecaphukile ngenxa yokuba abapostile babefundisa abantu yaye beshumayela ngokucacileyo ukuba uYesu uvusiwe ekufeni.*+ IZenzo 17:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 Kuba ubeke usuku aza kugweba+ ngalo umhlaba wonke ngobulungisa esebenzisa indoda ayikhethileyo, ibe uye wabaqinisekisa abantu ukuba luza kufika olo suku ngokuyivusa le ndoda ekufeni.”+
2 Babecaphukile ngenxa yokuba abapostile babefundisa abantu yaye beshumayela ngokucacileyo ukuba uYesu uvusiwe ekufeni.*+
31 Kuba ubeke usuku aza kugweba+ ngalo umhlaba wonke ngobulungisa esebenzisa indoda ayikhethileyo, ibe uye wabaqinisekisa abantu ukuba luza kufika olo suku ngokuyivusa le ndoda ekufeni.”+