IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Roma 15:26
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 26 Kuba abo baseMakedoni naseAkhaya baye bakuvuyela ukunikisa ngezinto zabo kubazalwana* abangamahlwempu eYerusalem.+

  • 1 Korinte 16:1
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 16 Xa niqokelela iminikelo eniza kuyinika abo bangcwele,+ ningalandela imiyalelo endayinika amabandla aseGalati.

  • 2 Korinte 9:12
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 12 kaloku lo msebenzi siwenzela abanye asiwenzi kuphela kuba sinceda abangcwele ngezinto abazidingayo,+ kodwa siwenza ukuze babe baninzi abantu ababulela uThixo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share