IZenzo 17:1, 2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Emva koko baya eAmfipoli naseApoloniya bada bayokufika eTesalonika,+ apho kwakukho indlu awayekhonzela kuyo amaYuda. 2 Ngoko ngokwesiqhelo,+ uPawulos wangena apho waza wachitha iisabatha ezintathu ethetha nawo ngeZibhalo,+
17 Emva koko baya eAmfipoli naseApoloniya bada bayokufika eTesalonika,+ apho kwakukho indlu awayekhonzela kuyo amaYuda. 2 Ngoko ngokwesiqhelo,+ uPawulos wangena apho waza wachitha iisabatha ezintathu ethetha nawo ngeZibhalo,+