Roma 14:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Kuba ngenxa yaloo nto uKristu wafa waza wabuyela ebomini, ukuze abe yiNkosi yabafileyo neyabaphilayo.+ 1 Korinte 15:3, 4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Phakathi kwezinto zokuqala endanixelela zona, nam endazinikwayo, kukuba uKristu wafela izono zethu ngokutsho kweZibhalo;+ 4 wangcwatywa+ waza wavuswa+ ngosuku lwesithathu,+ ngokutsho kweZibhalo;+
9 Kuba ngenxa yaloo nto uKristu wafa waza wabuyela ebomini, ukuze abe yiNkosi yabafileyo neyabaphilayo.+
3 Phakathi kwezinto zokuqala endanixelela zona, nam endazinikwayo, kukuba uKristu wafela izono zethu ngokutsho kweZibhalo;+ 4 wangcwatywa+ waza wavuswa+ ngosuku lwesithathu,+ ngokutsho kweZibhalo;+