IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 28:4
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  4 Babuyekeze ngokwezenzo zabo,+

      Ngokwezinto ezimbi abazenzayo.

      Bavuze ngokwemisebenzi yezandla zabo,

      Ngokwezinto abazenzileyo.+

  • INdumiso 62:12
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 12 Owu Yehova, nothando olungagungqiyo lolwakho,+

      Kuba ubuyekeza ngamnye ngokwezenzo zakhe.+

  • IMizekeliso 24:12
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 12 Ukuba uthi, “Kodwa besingazi ngale nto,”

      Akayiboni na loo nto Lowo uhlolisisa iintliziyo?*+

      Kaloku, Lowo ukujongileyo uza kwazi

      Aze abuyekeze mntu ngamnye ngezenzo zakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share