Yohane 3:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 “Kuba uThixo walithanda kakhulu ihlabathi kangangokuba wanikela ngoNyana wakhe ekuphela kwamzeleyo,+ ukuze wonke umntu ozikholelwayo izinto azifundisayo aze azenze, angatshabalali, kodwa afumane ubomi obungunaphakade.+ Roma 1:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Kuba ezi ndaba zityhila ubulungisa bukaThixo kwabo banokholo kuye, lutsho luqine ukholo lwabo+ kanye njengokuba kubhaliwe kwathiwa: “Kodwa yena umntu olilungisa uza kuphila ngenxa yokuba nokholo.”+
16 “Kuba uThixo walithanda kakhulu ihlabathi kangangokuba wanikela ngoNyana wakhe ekuphela kwamzeleyo,+ ukuze wonke umntu ozikholelwayo izinto azifundisayo aze azenze, angatshabalali, kodwa afumane ubomi obungunaphakade.+
17 Kuba ezi ndaba zityhila ubulungisa bukaThixo kwabo banokholo kuye, lutsho luqine ukholo lwabo+ kanye njengokuba kubhaliwe kwathiwa: “Kodwa yena umntu olilungisa uza kuphila ngenxa yokuba nokholo.”+