IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INtshumayeli 7:9
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 9 Sukukhawuleza* ukucaphuka,+ kuba ukucaphuka kuhlala esifubeni sezidenge.*+

  • Mateyu 5:22
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 22 Kodwa mna ndithi kuni, wonke umntu oqhubeka equmbele+ umzalwana wakhe uza kuphenduliswa kwinkundla yamatyala; nabani na othuka umzalwana wakhe uza kuphenduliswa kwiNkundla Ephakamileyo; kodwa yena othi, ‘Sidengendini esingento yanto!’ ufanelwe ngumlilo weGehena.*+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share