IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IZenzo 10:42
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 42 Kwakhona wasiyalela ukuba sishumayele, nokuba siyenze icace+ into yokuba lo Yesu ngulo uThixo wathi makabe ngumgwebi wabaphilayo nabafileyo.+

  • IZenzo 17:31
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 31 Kuba ubeke usuku aza kugweba+ ngalo umhlaba wonke ngobulungisa esebenzisa indoda ayikhethileyo, ibe uye wabaqinisekisa abantu ukuba luza kufika olo suku ngokuyivusa le ndoda ekufeni.”+

  • 2 Timoti 4:1
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 4 Ndiyakuyala phambi koThixo noKristu Yesu, oza kugweba+ abaphilayo nabafileyo,+ xa ebonakala+ naxa eseBukumkanini bakhe:+

  • ISityhilelo 20:12
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 12 Ndabona nabantu abafileyo, abakhulu nabancinci, bemi phambi kwetrone, nemisongo yayivuliwe. Kodwa kwavulwa omnye umsongo, umsongo wobomi.+ Abo bantu babefile bagwetywa ngokwezinto ezibhalwe kuloo misongo, ngokwezenzo zabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share