Iphepha Lesibini
IZIZWE EZIMANYENEYO—Iphulo Lazo Lokuzisa Uxolo Lwehlabathi 3-10
Kutshanje kuye kwenzeka iziganeko ezingaqhelekanga kwiZizwe Ezimanyeneyo, nto leyo ebangele inguqulelo kwindlela abaninzi abayijonga ngayo le ntlangano. Kwenzeke ntoni, yaye oku kusenokuthetha i ntoni ngekamva? |
“Kutheni Ndingakwazi Ukukugqiba Oko Ndikuqalayo?” 14
Abantu abaninzi abaselula bakufu-manisa kunzima ukukugqiba oko bakuqalayo, njengemisetyenzana ya-sekhaya, umsebenzi wesikolo owe-nzelwa ekhaya neminye imisebenzi. Inokulungiswa njani le ngxaki?
Isizathu Sokuba Izinto Ezibonisa Amanyala Ziyingozi 28
Kumazwe ngamazwe, izinto eziboni-sa amanyala ziye zanda ngakumbi. Ekubeni zithandwa kangaka, ngaba ngokwenene zinokuba ziyingozi?