Isalathiso Somqulu Wama-77 KaVukani!
ABANTU ABASELULA BAYABUZA
Icuba Elingenamsi Ngaba Liyingozi?, 5/8
Iikonsathi Zomculo Werock, 1/8
Ikhompyutha Nemidlalo Yevidiyo, 9/8
Imidlalo Yamaqela, 3/8
Kutheni Ndingakwazi Ukubagcina Abahlobo?, 6/8
Kutheni Ndingakwazi Ukufunda Nje?, 7/8
Kutheni UThixo Evumela Izinto Ezimbi Ukuba Zenzeke?, 11/8
Ndinokuzonwabisa Njani?, 10/8
Olunye Ulutsha Luzonwabisa Ngandlela Zonke, 8/8
Uhlobo Olwahlukileyo Lomculo Werock, 12/8
Xa Umhlobo Engena Enkathazweni, 2/8
AMANGQINA KAYEHOVA
Igalelo Kwinkqubela Yotyando Lwentliziyo, 2/8
Ukufikelela Abangakumbi Ngentetho Yezandla, (Indibano Yabathetha Ngezandla), 4/8
Ukujamelana Namanqam Ezonyango (S. Vila Ugarte), 7/8
AMAZWE NABANTU
AmaMerika Omthonyama, 9/8
Ummandla Owakhelwe Phezu Kwezibonda (EBenin), 10/8
“Umtshato Ongokwesithethe” EGhana, 12/8
IMBONO YEBHAYIBHILE
Ii-UFO, 7/8
Imibhiyozo Yecarnival, 6/8
Isigwebo Sentambo, 3/8
Lukhokelo Lukabani Onokuluthemba?, 11/8
Ngaba Ufanele Uboyike Abafi?, 8/8
Ngaba UMariya “Ngumama KaThixo”?, 1/8
Ukukhuselwa NguThixo, 4/8
Ukungqungqa, 5/8
Ukususa Kubudlelane, 9/8
Ukuthobela Komfazi, 12/8
Uthando Olumanyanisayo, 10/8
Xa Usona Abanye, 2/8
IMICIMBI NEEMEKO ZEHLABATHI
Iintlekele Zokwemvelo—Ukunceda Umntwana Ahlangabezane Nazo, 7/8
Ingxaki Yeembacu, 9/8
Inkululeko Yokuthetha, 8/8
Isijikelezi-langa Sethu Esisongelwayo, 1/8
Izikolo Zisengxakini, 1/8
Ngaba Urhulumente Unokuluphelisa Ulwaphulo-mthetho?, 10/8
Ukukhathazwa Ngokwesini—Ingxaki Esehlabathini Lonke, 6/8
Ukukhohlisa—Ingxaki Yehlabathi Lonke, 4/8
Umoya Omtsha, 6/8
Xa Iimfazwe Ziya Kuba Zingasekho, 5/8
IMPILO NAMAYEZA
Iintsholongwane Ezibulalayo, 3/8
Imidiza—Ngaba Uyayichasa?, 11/8
Impilo Nemekobume, 4/8
Intsholongwane Ebulalayo Ihlasela IZaire, 5/8
Isifo Sentliziyo, 12/8
ITsetse Fly, 6/8
Ugawulayo EAfrika—Ibekek’ Ityala Kangakanani INgqobhoko?, 5/8
Ukujamalana Namanqam Ezonyango, 7/8
Wasebenzise Ngobulumko Amayeza, 10/8
INZULULWAZI
Ummandla Wendalo Omangalisayo, 2/8
Wakha Walibona Ilitha Eliluhlaza?, 6/8
IZILWANYANA NEZITYALO
Amagqabi ECassava, 7/8
Ezo Mpukane Zilizothe, 4/8
Iinkuba-bulongo ZaseAfrika, 3/8
ITsetse Fly, 6/8
Izidalwa Ezisengozini, 8/8
ULWALAMANO LWABANTU
Ihlabathi Liyidolophana Kodwa Lahlulelene, 7/8
Ngaba Siya Kuphenduliswa Ngezenzo Zethu?, 10/8
Ngubani Ofanele Agqibe Ngobukhulu Bentsapho?, 10/8
Ngubani Onokumthemba?, 2/8
Ukuguqula Amazwi Awenzakalisayo Abe Ngaphilisayo, 11/8
Ukukhathazwa Ngokwesini, 6/8
Ukukhulisa Umntwana Wabanye Abantu, 5/8
Ukuze Ndinxibelelane Nomntwana Wam, Ndafunda Olunye Ulwimi, 11/8
UMXUBE
Ikhefu, 7/8
Kulumkele Ukungabi Namdla Wokufunda, 2/8
Kutheni Ufanele Ube Nyulu, 9/8
Unokuyiphucula Inkumbulo Yakho, 4/8
UNQULO
Imithandazo Yoxolo Phakathi Kweenkumbulo Zemfazwe, 1/8
Ngaba Unqulo Lusabalulekile?, 4/8
Ngaba Unqulo Sele Luza Kuphela?, 11/8
Ukunxibelelana Nabakummandla Womoya, 12/8
Utyelelo LukaPopu Kwizizwe Ezimanyeneyo, 7/8
UQOQOSHO NOMSEBENZI
Ukungaqeshwa, 3/8