‘Lindela KuYehova’ Ngomonde!
Kusasa
9:30 Umculo
9:40 Ingoma 88 Nomthandazo
9:50 ‘Lindela KuYehova’ Ngomonde—Njani?
10:05 Ungcelele: Linganisa Abantu Abaye Balinda Ngomonde
• UHabhakuki
• UYohane
• UAna
11:05 Ingoma 142 Nezaziso
11:15 Ulinde Ntoni?
11:30 Intetho Yobhaptizo
12:00 Ingoma 28
Emva Kwemini
1:10 Umculo
1:20 Ingoma 54 Nomthandazo
1:30 Intetho Yesidlangalala: Ngaba Ukuba Nomonde Kusabalulekile?
2:00 Ushwankathelo LweMboniselo
2:30 Ingoma 143 Nezaziso
2:40 Ungcelele: Lindela KuYehova . . .
• Xa Uziva Ngathi Uwedwa
• Xa Usenza Iimpazamo
• Xa Abantu Abenza Izinto Ezimbi Bephumelela
3:40 “Kunomvuzo Ukuba Lilungisa”
4:15 Ingoma 140 Nomthandazo