“Kholwani KuThixo”!
KUSASA
9:30 Umculo
9:40 Ingoma 118 Nomthandazo
9:50 “Kholwani KuThixo”!—Njani, Ngoba?
10:05 Ungcelele: Linganisa Abantu Ababonisa Ukuba Banokholo
• UIsake NoRebheka
• UEstere
• UTimoti
11:05 Ingoma 60 Nezaziso
11:15 ‘Siyathetha Kuba Sinokholo’
11:30 Intetho Yobhaptizo
12:00 Ingoma 52
EMVA KWEMINI
1:10 Umculo
1:20 Ingoma 9 Nomthandazo
1:30 Intetho Yesidlangalala: Yiba Nokholo KuThixo “Ongenakuxoka”
2:00 Ushwankathelo LweMboniselo
2:30 Ingoma 54 Nezaziso
2:40 Ungcelele: ‘Hamba Ngokholo’ Yonke Imihla
• “Ungaze Ube Nexhala”
• ‘Lisebenzise Kakuhle Ixesha Lakho’
• Hlala ‘Ungenguye Owehlabathi’
3:40 “UYehova Uyabazi Abakhe”
4:15 Ingoma 7 Nomthandazo