Yalatha Kwikamva Eliqaqambileyo
Ubumnyama nentshabalalo zizinto ezidla ngokuxelwa kwangaphambili ngokufuthi njengokuba ihlabathi lijongene namanqam emva kwamanye. Esinjani ukwahluka isigidimi esikwincwadi entsha ethi Ukunqabiseka Kwehlabathi Lonke Phantsi ‘KoMthetheli Woxolo’! Omnye umfundi wabhala oku: “Ekuyivuleni kwam, ndaba novuyo olukhulu kunene. Imifanekiso yayo ibangela umntu acinge kakuhIe, yaye hayi indlela umfanekiso wokugqibela oyibonisa kakuhIe ngayo indalo iphela iseluxolweni.”
Uhlabela mgama esithi: “Intliziyo yam izele luvuyo ngaIe ncwadi. Ndandingenakwenza ngakumbi kunokusuka nje ndithi ngokuchulumanca ndifundeIe umyeni warn iinxalenye zayo ngokuvakalayo, yaye ngoku ayiyekeki le ncwadi incinane—enesigidimi esikhulu—kodwa ndoqhubeka ndizuza kuyo ngokufuthi kangangoko kunokwenzeka ebudeni bemini. Ihlaziya ngakumbi kunamanzi angawona abandayo aphuma kumsinga osentabeni.”
Fumana owakho umbhalo. Iyi-R2 kuphela.
Khanindithumelele, iposi ihlawulelwe, incwadi eneqweqwe elilukhuni nenamaphepha ali-192 ethi Ukunqabiseka Kwehlabathi Lonke Phantsi ‘KoMthetheli Woxolo.’ Ndithumela i-R2.