Iphepha 32
◼ Ngaba uYesu wayenabantakwabo noodadewabo? Bona iphepha 6.
◼ Ngaba abafileyo banokubenzakalisa abaphilayo? Bona iphepha 11.
◼ Ngaba umntu uya kuwusindisa umhlaba? Bona iphepha 18.
◼ Kwakutheni ukuze uYesu ahlambe iinyawo zabapostile bakhe? Bona iphepha 19.
◼ Ngaba kumele kulindelwe ukuba uThixo aphendule yonke imithandazo? Bona iphepha 30.