Iziqulatho
Januwari 15, 2009
Uhlelo Lokufundisa
AMANQAKU AZA KUFUNDWA NGEVEKI KA:
Matshi 2-8, 2009
IPHEPHA 3
IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 200, 172
Matshi 9-15, 2009
Fumana Uvuyo Kumsebenzi Wokwenza Abafundi
IPHEPHA 7
IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 130, 211
Matshi 16-22, 2009
Ngaba ‘Uligosa Lobubele Obungasifanelanga BukaThixo’?
IPHEPHA 12
IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 50, 58
Matshi 23-29, 2009
Khangela! Umkhonzi KaYehova Akholisiweyo Nguye
IPHEPHA 21
IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 168, 4
Matshi 30, 2009–Aprili 5, 2009
Umkhonzi KaYehova—“Wahlatywa Ngenxa Yokunxaxha Kwethu”
IPHEPHA 25
IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 224, 214
Injongo Yamanqaku Aza Kufundwa
Amanqaku Aza Kufundwa 1-3 IPHEPHA 3-16
Yintoni efunekayo ukuze sibe ngabalandeli bakaKristu? Kufuneka sixelise iimpawu zakhe ezibalaseleyo, njengobulumko nokuthobeka kwakhe. Kukwafuneka sibe nenzondelelo ekwenzeni abafundi. Kuquka ukubathanda ngokunyanisekileyo abo sikholwa kunye nabo. Kula manqaku kuthethwa ngezi ndlela zintathu sinokumxelisa ngazo uKristu.
Amanqaku Aza Kufundwa 4, 5 IPHEPHA 21-29
Kula manqaku mabini kuhlolisiswa iziprofeto eziliqela ezikwincwadi kaIsaya nezazaliseka kuYesu Kristu. Ukuxubusha ezi ziprofeto kuya kusenza sikuxabise ngakumbi konke oko uYehova noYesu basenzele kona ngokufa nokuvuswa kukaYesu. Ngaloo ndlela, la manqaku aya kunceda iingqondo neentliziyo zethu ukuba zilungele iSikhumbuzo ngengokuhlwa ka-Aprili 9, 2009.
KWAKULE NKUPHO:
“Nantsi Indlela. Hambani Ngayo”
IPHEPHA 17
ILizwi LikaYehova Liphilile—Iimbalasane Zencwadi YeSityhilelo—I
IPHEPHA 30