Iphepha 32
◼ Ngubani igama likaThixo? Funda kwiphepha 6.
◼ Ngubani ngokwenene umlawuli weli hlabathi? Funda kwiphepha 8.
◼ Ukuba unabantwana kutheni kubalulekile ukuba ubekele bucala ixesha oza kulichitha neqabane lakho? Funda kwiphepha 11.
◼ Yintoni eyanceda ibhinqa elalisiba idayimani, libela nomqeshi walo laba ngumsebenzi onyanisekileyo? Funda kwiphepha 26, 27.
◼ Kutheni amaNgqina kaYehova engayisebenzisi imifanekiso xa enqula? Funda kwiphepha 30, 31.