Iziqulatho
Novemba 15, 2012
© 2012 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania. All rights reserved.
Uhlelo Lokufundisa
AMANQAKU AZA KUFUNDWA NGEVEKI
KADISEMBA 24-30, 2012
“Ndifundise Ukwenza Ukuthanda Kwakho”
IPHEPHA 3 • IINGOMA: 69, 120
KADISEMBA 31, 2012–JANUWARI 6, 2013
UYesu Wasimisela Umzekelo Wokuthobeka
IPHEPHA 10 • IINGOMA: 84, 82
KAJANUWARI 7-13, 2013
Hlakulela Umoya Wokuziphatha Njengomncinane
IPHEPHA 15 • IINGOMA: 26, 68
KAJANUWARI 14-20, 2013
Ukuxolela KukaYehova Kuthetha Ntoni Kuwe?
IPHEPHA 21 • IINGOMA: 67, 91
KAJANUWARI 21-27, 2013
IPHEPHA 26 • IINGOMA: 77, 118
INJONGO YAMANQAKU AZA KUFUNDWA
INQAKU ELIZA KUFUNDWA 1 IPHEPHA 3-7
UKumkani uDavide woSirayeli wamandulo wayelixabisa igama likaYehova neenjongo zakhe. Kwakhona, wayeyixabisa imigaqo esekelwe kuyo iMithetho kaThixo yaye wathandazela ukuba afundiswe ukwenza ukuthanda kwakhe njengoko eli nqaku libonisa. Kwakhona liza kusincede sibone isizathu sokuba sifanele sibe nembono kaYehova ngezinto ngalo lonke ixesha.
AMANQAKU AZA KUFUNDWA 2, 3 IPHEPHA 10-19
Njengabalandeli bakaYesu, amaKristu okwenyaniso ayasiqonda isizathu sokuba kufuneke athobeke. Inqaku lokuqala lihlolisisa umzekelo kaYesu wokuthobeka awasimisela wona ukuze nathi silandele emanyathelweni akhe. Inqaku lesibini lisibonisa indlela esinokuwuhlakulela ngayo umoya wokuba ngomncinane size siwuvumele usikhokele kubomi bethu.
AMANQAKU AZA KUFUNDWA 4, 5 IPHEPHA 21-30
La manqaku aza kusinceda sibone ukuba uYehova ukulungele ukuxolela kwanezono ezinzulu. Maxa wambi iimeko zinokwenza kube nzima ngathi ukukulungela ukuxolela. Noko ke, imigaqo ekwiZibhalo inokusinceda soyise ezo mvakalelo zingafanelekanga.
KWAKULE NKUPHO
8 Intsalela Yabo Ilingene Ukuswela Kwenu
NGAPHANDLE: Ukushumayela kwidolophu encinane esemaphandleni iAlbarracín ekumbindi weSpeyin. Umhlaba weBandla laseTeruel elinabavakalisi abangama-78 uquka iAlbarracín kwakunye needolophu neelali ezili-188
ESPEYIN
ABEMI
47 042 900
ABAVAKALISI
111 101
ABEZE ESIKHUMBUZWENI NGOWAMA-2012
192 942