Iziqulatho
Decemba 15, 2013
© 2013 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania.
UHLELO LOKUFUNDISA
FEBRUWARI 3-9, 2014
Kuphepheni ‘Ukugungqiswa Ngokukhawuleza Kwingqiqo Yenu’!
IPHEPHA 6 • IINGOMA: 65, 59
FEBRUWARI 10-16, 2014
Ngaba Uza Kuncama Izinto Ezithile Ngenxa YoBukumkani?
IPHEPHA 11 • IINGOMA: 40, 75
FEBRUWARI 17-23, 2014
IPHEPHA 17 • IIINGOMA: 109, 18
FEBRUWARI 24, 2014–MATSHI 2, 2014
“Oku Kwenzeleni Ukundikhumbula”
IPHEPHA 22 • IINGOMA: 99, 8
AMANQAKU AZA KUFUNDWA
▪ Kuphepheni ‘Ukugungqiswa Ngokukhawuleza Kwingqiqo Yenu’!
Kubaluleke ngamandla ukuba singakhohliseki sikholelwe iingcamango zobuvuvu neembono ezingacacanga! Incwadi Yokuqala neYesibini kwabaseTesalonika zinezilumkiso ezinokusinceda namhlanje.
▪ Ngaba Uza Kuncama Izinto Ezithile Ngenxa YoBukumkani?
Kufuneka sizincame ukuze zixhase izilangazelelo zoBukumkani. Kweli nqaku siza kufunda kwimibingelelo eyayisenziwa kwaSirayeli mandulo. Siza kuhlola nemizekelo yabaninzi namhlanje abaye bazincama ngenxa yoBukumkani.
▪ ‘Oku Koba Sisikhumbuzo Kuni’
▪ “Oku Kwenzeleni Ukundikhumbula”
Malunga nexesha elifanayo minyaka le, amaYuda abhiyozela iPasika aze amaKristu okwenyaniso abe neSikhumbuzo sokufa kukaYesu. Kutheni kubalulekile ukuba sazi ngePasika? Silazi njani ixesha esimele sibanjwe ngalo iSidlo Sangokuhlwa SeNkosi, ibe sibaluleke ngantoni kuthi?
KWAKULE NKUPHO
3 UYehova Wayebafihla Kwizithunzi Zeentaba
KWIPHEPHA LOKUQALA: Asiyonto ilula ukufumana indlela yokufikelela abantu abathe saa kwiinduli ezineengqimba zamatye amakhulu. Kodwa abazalwana abahlala kwiiNduli zaseMatobo, eMatabeleland, eZimbabwe benza unako nako
EZIMBABWE
ABEMI:
12 759 565
ABAVAKALISI:
40 034
IZIFUNDO ZEBHAYIBHILE:
90 894
Abantu baseZimbabwe bayakuthanda ukufunda iincwadi zethu. Ngokomlinganiselo, Ngqina ngalinye lihambisa iimagazini eziyi-16 ngenyanga