Iziqulatho
Meyi 15, 2014
© 2014 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
UHLELO LOKUFUNDISA
JULAYI 7-13, 2014
Singenza Njani Ukuze Sikwazi “Ukuphendula Bonke Ngabanye”?
IPHEPHA 6 • IINGOMA: 96, 93
JULAYI 14-20, 2014
Sebenzisa UMthetho Omkhulu Xa Ushumayela
IPHEPHA 11 • IINGOMA: 73, 98
JULAYI 21-27, 2014
UYehova NguThixo Wolungelelwano
IPHEPHA 21 • IINGOMA: 125, 53
JULAYI 28, 2014–AGASTI 3, 2014
Ngaba Uhambisana Nentlangano KaYehova?
IPHEPHA 26 • IINGOMA: 45, 27
AMANQAKU AZA KUFUNDWA
▪ Singenza Njani Ukuze Sikwazi “Ukuphendula Bonke Ngabanye”?
▪ Sebenzisa UMthetho Omkhulu Xa Ushumayela
Maxa wambi entsimini siye sidibane nemibuzo enzima. Inqaku lokuqala kula mabini lithetha ngeendlela ezintathu esinokuzisebenzisa ukuze sikwazi ukuphendula. (Kol. 4:6) Elesibini libonisa indlela amazwi kaYesu akuMateyu 7:12 anokusinceda ngayo kumsebenzi wethu wokushumayela.
▪ UYehova NguThixo Wolungelelwano
▪ Ngaba Uhambisana Nentlangano KaYehova?
UYehova ebesoloko ebalungelelanisa abakhonzi bakhe. Kula manqaku mabini, funda ngoko uThixo akufunayo kubantu bakhe. Funda nangesizathu sokuba kubalulekile ukuba sihlale sinyanisekile kwintlangano esetyenziswa nguYehova namhlanje.
KWAKULE MBONISELO
3 ‘Okwam Ukutya Kukuba Ndenze Ukuthanda KukaThixo’
KWIPHEPHA LOKUQALA: Kushunyayelwa kwimarike yeentlanzi esecaleni kwendlela. Zingaphezu kwe-20 iilwimi ezithethwa kwesi siqithi
ESAIPAN
ABEMI
48,220
ABAVAKALISI
201
OOVULINDLELA ABATHE NGXI
32
OOVULINDLELA ABANGABANCEDANI
76
INANI LABO BEBEKHO KWISIKHUMBUZO SIKA-2013
570