Iziqulatho
Juni 15, 2014
© 2014 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
UHLELO LOKUFUNDISA
AGASTI 4-10, 2014
“Uze Umthande UYehova UThixo Wakho”
IPHEPHA 12 • IINGOMA: 3, 65
AGASTI 11-17, 2014
“Uze Umthande Ummelwane Wakho Njengawe Siqu”
IPHEPHA 17 • IINGOMA: 84, 72
AGASTI 18-24, 2014
Ngaba Ubujonga NjengoYehova Ubuthathaka Babanye?
IPHEPHA 23 • IINGOMA: 77, 79
AGASTI 25-31, 2014
Nceda Abanye Bazifeze Izinto Ezisemandleni Abo
IPHEPHA 28 • IINGOMA: 42, 124
AMANQAKU AZA KUFUNDWA
▪ “Uze Umthande UYehova UThixo Wakho”
▪ “Uze Umthande Ummelwane Wakho Njengawe Siqu”
La manqaku mabini athetha ngemiyalelo emibini eyeyona mikhulu eMthethweni, awathetha ngayo uYesu Kristu. Funda ukuba uYesu wayethetha ukuthini xa wathi simele sithande uYehova ngentliziyo, ingqondo, nomphefumlo wethu uphela. Funda nangendlela esinokumthanda ngayo ummelwane njengoko sizithanda.
▪ Ngaba Ubujonga NjengoYehova Ubuthathaka Babanye?
▪ Nceda Abanye Bazifeze Izinto Ezisemandleni Abo
Sinokubanceda njani abantu abaziva bebuthathaka? Le yenye yezinto aza kuthetha ngazo la manqaku. Aza kuthetha nangendlela esinokubanceda ngayo abazalwana abaselula nabasandul’ ukubhaptizwa bafeze izinto ezisemandleni abo.
KWAKULE MBONISELO
3 “Wugudise Umkhondo Wonyawo Lwakho” Ukuze Utyhalele Phambili
KWIPHEPHA LOKUQALA: Iindaba ezilungileyo zifikelela nabalobi abathetha isiMbukushu ngakuMlambo iOkavango, eBotswana
EBOTSWANA
ABEMI
2 021 000
ABAVAKALISI
2 096
AMABANDLA
47
ABEBEZE ESIKHUMBUZWENI NGO-2013
5 735