Iziqulatho
Oktobha 15, 2014
© 2014 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
UHLELO LOKUFUNDISA
DISEMBA 1-7, 2014
Yiba Nokholo Olungagungqiyo KuBukumkani
IPHEPHA 7 • IINGOMA: 108, 129
DISEMBA 8-14, 2014
Niya Kuba ‘BuBukumkani Nababingeleli’
IPHEPHA 13 • IINGOMA: 98, 102
DISEMBA 15-21, 2014
Lixabise Ilungelo Onalo Lokusebenza NoYehova!
IPHEPHA 23 • IINGOMA: 120, 44
DISEMBA 22-28, 2014
“Gcinani Iingqondo Zenu Zimiliselwe Kwizinto Zaphezulu”
IPHEPHA 28 • IINGOMA: 70, 57
AMANQAKU AZA KUFUNDWA
▪ Yiba Nokholo Olungagungqiyo KuBukumkani
▪ Niya Kuba ‘BuBukumkani Nababingeleli’
UYehova usebenzisa uBukumkani bukaMesiya ukuze azalisekise injongo anayo ngomhlaba nangabantu. Njengoko sifunda ukuba iminqophiso eliqela echaziweyo eBhayibhileni idibana njani norhulumente wasezulwini, zama ukuqonda isizathu sokuba nentembelo engagungqiyo kuBukumkani.
▪ Lixabise Ilungelo Onalo Lokusebenza NoYehova!
Eli nqaku liza kuthetha ngemizekelo yamandulo neyale mihla yabantu abakhonza uYehova. Liya kusenza siliqonde ngakumbi ilungelo esinalo lokusebenza noThixo wethu, nto leyo esimele siyixabise kakhulu.
▪ “Gcinani Iingqondo Zenu Zimiliselwe Kwizinto Zaphezulu”
Kule mihla yokugqibela, zininzi izinto ezihlasela ukholo lwethu. Yintoni esinokuyifunda kubantu abathembekileyo bamandulo abaye badibana neengxaki ezifanayo nezethu, amadoda afana noAbraham noMoses? Eli nqaku liza kusinceda sinyamezele ngokuthi lisikhuthaze ukuba sigcine iingqondo zethu zimiliselwe kuYehova uThixo nakuBukumkani bakhe.
KWAKULE MBONISELO
IPHEPHA LOKUQALA: Kufuphi neenduli zaseMbololo kumzantsi-mpuma waseKenya, oodade ababini bashumayela ebantwini abadlulayo kwisitrato esikhulu kwidolophana iTausa, eTaita District
EKENYA
ABEMI
44 250 000
ABAVAKALISI
26 060
IZIFUNDO ZEBHAYIBHILE
43 034
ABEZE ESIKHUMBUZWENI NGO-2013
60 166