Iintlanganiso Zenkonzo Yasentsimini
APRILI 1-7
Umxholo Wencoko Omtsha
1. Uya kuwutshayelela njani?
2. Ziziphi iingongoma eziziintloko oya kuzibalaselisa?
3. Uya kuwunxibelelanisa njani nomnikelo?
APRILI 8-14
Kutheni kufanelekile ukuba bhetyebhetye
1. Kwiingxubusho zendlu ngendlu?
2. Xa unikela uncwadi?
3. Xa usebenza nomnye umntu?
APRILI 15-21
Unokulubonakalisa njani ulwazelelelo
1. Ngabaninimzi abaxakekileyo?
2. Ngabaninimzi abakhulileyo okanye abaneziphene?
3. Ngabavakalisi abasebatsha okanye abakhulileyo?
APRILI 22-28
Yintoni Oyenzayo
1. Xa unceda umvakalisi osemtsha ukuba alungiselele inkonzo yasentsimini?
2. Xa ulungisa ingxowa yakho yeencwadi?
3. Xa ulungiselela ukwenza amabuyelo?
APRILI 29–MEYI 5
Sinokuyibonisa njani intlonelo
1. NgeBhayibhile nangoncwadi lwethu?
2. Ngomninimzi nangomzi wakhe?
3. Ngelungiselelo lokuhlanganisana njengeqela ngenjongo yokuya kwinkonzo yasentsimini?