IZaziso
◼ Umnikelo woncwadi ngoMatshi: ISityhilelo—Incopho Yaso Ezukileyo Isondele! ngomnikelo wee-R8,00 okanye Imibuzo Yabantu Abaselula—Iimpendulo Eziluncedo ngomnikelo wee-R4,00. NgoAprili nangoMeyi: umrhumo weMboniselo ngomnikelo wee-R17,00 kwinkupho zakabini ngenyanga. Umrhumo wonyaka kwiinkupho zakanye ngenyanga nomrhumo weenyanga ezintandathu kwiinkupho zakabini ngenyanga zii-R8,50. NgoJuni: Oyena Mntu Ubalaseleyo Wakha Waphila ngomnikelo wee-R8,00.
◼ Umveleli owongamelayo okanye nabani na owabelwe nguye ufanele ahlolisise ingxelo yemali yebandla ngoMatshi 1 okanye ngokukhawuleza kangangoko kunokwenzeka emva koko. Yenza isaziso ebandleni xa oku sele kwenziwe.
◼ Ileta evela kuMbutho kaFebruwari 20, 1992, neyayibhalelwe onke amabandla yenza isaziso ngeNgxowa-mali yeeNdibano zowe-1993 yokunceda abavangeli basemazweni batyelele kumazwe abo okuzalwa nokuze babekho kwiindibano zesithili zalo nyaka. UMatshi uya kuba yinyanga yokugqibela yokuthumela kuMbutho iminikelo yeNgxowa-mali yeeNdibano zowe-1993. Ukulixhasa kwenu ngobubele eli lungiselelo kuxatyiswa kakhulu.
◼ Ukususela kwinkupho ka-Aprili 1, 1993, IMboniselo ngesiVenda iya kuphuma kabini ngenyanga. Ngoko ke umrhumo wonyaka uzii-R17,00.
◼ Iimpapasho Ezintsha Ezifumanekayo:
IsiBhulu: Intuthuzelo Kwabadandathekileyo (Iphecana No. 20; ibandla, uwonke-wonke noovulindlela: ziisenti ezi-2); Bunandiphe Ubomi Bentsapho (Iphecana No. 21); Ngubani Ngokwenene Olawula Ihlabathi? (Iphecana No. 22). IsiHerero: Bunandiphe Ubomi Bentsapho (Iphecana No. 21); Ngubani Ngokwenene Olawula Ihlabathi? (Iphecana No. 22). IsiKwangali: Bunandiphe Ubomi Bentsapho (Iphecana No. 21); Ngubani Ngokwenene Olawula Ihlabathi? (Iphecana No. 22). IsiKwanyama: Bunandiphe Ubomi Bentsapho (Iphecana No. 21). NgesiNgesi: Jehovah’s Witnesses—What Do They Believe? (Iphecana No. 18; libhalelwe amaYuda); Intuthuzelo Kwabadandathekileyo (Iphecana No. 20); Bunandiphe Ubomi Bentsapho (Iphecana No. 21); Ngubani Ngokwenene Olawula Ihlabathi? (Iphecana No. 22); Will There Ever Be a World Without War? (Le yincwadana enemifanekiso enamaphepha angama-32 elungiselelwe intsimi yamaYuda. Ibandla nowonke wonke: ziisenti ezingama-80; oovulindlela: ziisenti ezingama-40). IsiPedi: Intuthuzelo Kwabadandathekileyo (Iphecana No. 20); Bunandiphe Ubomi Bentsapho (Iphecana No. 21); Ngubani Ngokwenene Olawula Ihlabathi? (Iphecana No. 22). IsiPhuthukezi: Intuthuzelo Kwabadandathekileyo (Iphecana No. 20); Bunandiphe Ubomi Bentsapho (Iphecana No. 21); Ngubani Ngokwenene Olawula Ihlabathi? (Iphecana No. 22). IsiSuthu: Intuthuzelo Kwabadandathekileyo (Iphecana No. 20); Bunandiphe Ubomi Bentsapho (Iphecana No. 21); Ngubani Ngokwenene Olawula Ihlabathi? (Iphecana No. 22). IsiTsonga: Intuthuzelo Kwabadandathekileyo (Iphecana No. 20); Bunandiphe Ubomi Bentsapho (Iphecana No. 21); Ngubani Ngokwenene Olawula Ihlabathi? (Iphecana No. 22). IsiTswana: Intuthuzelo Kwabadandathekileyo (Iphecana No. 20); Bunandiphe Ubomi Bentsapho (Iphecana No. 21); Ngubani Ngokwenene Olawula Ihlabathi? (Iphecana No. 22). IsiVenda: Intuthuzelo Kwabadandathekileyo (Iphecana No. 20); Bunandiphe Ubomi Bentsapho (Iphecana No. 21); Ngubani Ngokwenene Olawula Ihlabathi? (Iphecana No. 22). IsiXhosa: Intuthuzelo Kwabadandathekileyo (Iphecana No. 20); Bunandiphe Ubomi Bentsapho (Iphecana No. 21); Ngubani Ngokwenene Olawula Ihlabathi? (Iphecana No. 22). IsiZulu: Intuthuzelo Kwabadandathekileyo (Iphecana No. 20); Bunandiphe Ubomi Bentsapho (Iphecana No. 21); Ngubani Ngokwenene Olawula Ihlabathi? (Iphecana No. 22).