IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 11/94 iphe. 3
  • IZaziso

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • IZaziso
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—1994
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—1994
km 11/94 iphe. 3

IZaziso

◼ Uncwadi oluza kusetyenziswa NgoNovemba: IBhayibhile​—⁠Ngaba Ililizwi LikaThixo Okanye Lomntu? ngomnikelo wee-R3,50. NgoDisemba: Oyena Mntu Ubalaseleyo Wakha Waphila ngomnikelo wee-R10,50. NgoJanuwari: Nayiphi na incwadi enamaphepha ali-192 eyapapashwa ngaphambi kowe-1980 ibandla elinayo esitokhweni ngomnikelo we-R1,00. Amabandla asenokucela ukuncitshiselwa ityala kuMbutho. Ixabiso labavakalisi yi-R1,00 yaye eloovulindlela ziisenti ezingama-60. Amabandla asenokuodola kuMbutho ezi ncwadi zilandelayo zomnikelo okhethekileyo: Iindaba Ezilungileyo​—⁠Zokonwabisa Wena, “Injongo Kanaphakade” KaThixo Iyoyisa Ngoku Ukuze Kulungelwe Umntu, Ngaba Obu Bomi Kuphela Kwabo?, Ubutsha Bakho​—⁠Ukufumana Okona Kulungileyo Kubo, Ukuphulaphula KuMfundisi Omkhulu. NgoFebruwari: Unokuphila Ngonaphakade KwiParadisi Esemhlabeni ngomnikelo wee-R10,50. Ezincinane zii-R5,30.

◼ KHUMBULANI OKU: Ncedani niqinisekise ukuba niwafumana kuselithuba amaqweqwe enu eebheji eNdibano YeSithili “Yokoyika UThixo.” Mvakalisi ngamnye ufanele alifake ebudeni bendibano, nto leyo eya kukufanisa njengomnye wamaNgqina kaYehova. Amaqweqwe eebheji akayi kufumaneka endibanweni.

◼ Kulo nyaka asizi kuba nazo iinxalenye zesiGrike kwindibano yesithili eseRhawutini. Abazalwana abathetha isiGrike banokuya kucwangciso lwesiNgesi.

◼ I-CD-ROM Watchtower Library​—⁠1993 Edition iyafumaneka ngoku. Ibiza ii-R45,00 kwibandla, uwonke wonke noovulindlela.

◼ Iimpapasho Ezintsha Ezifumanekayo:

NgesiNgesi: Watch Tower Publications Index 1991-1993 (ibandla nowonke wonke: R4,60; oovulindlela: R2,80).

◼ Ziyafumaneka kwakhona eMzantsi Afrika:

NgesiNgesi: Imiqulu yeWatchtower yowe-1960 nowe-1961. NgesiZulu: Incwadi Yesikhokelo Yesikolo Sobulungiseleli Sobuthixo.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share