IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 3/96 iphe. 3
  • Izaziso

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Izaziso
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—1996
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—1996
km 3/96 iphe. 3

Izaziso

◼ Umnikelo woncwadi ngoMatshi: Ulwazi Olukhokelela Kubomi Obungunaphakade ngomnikelo wee-R3,50. NgoAprili nangoMeyi: Umrhumo wonyaka weMboniselo ngeposi ngomnikelo wee-R38,00 kwiinkupho zakabini ngenyanga. Umrhumo wonyaka kwiinkupho zakanye ngenyanga okanye umrhumo weenyanga ezintandathu kwiinkupho zakabini ngenyanga zii-R19,00. Umrhumo weqela zii-R24,00 nee-R12,00 ngokwamaxesha afanayo nangasentla. Yenza umgudu okhethekileyo wokuhambisa amaphephancwadi xa umrhumo ungamkelwa. NgoJuni: Ulwazi Olukhokelela Kubomi Obungunaphakade ngomnikelo wee-R3,50.

◼ Umveleli owongamelayo okanye nabani na owabelwe nguye ufanele ahlolisise ingxelo yemali yebandla ngoMatshi 1 okanye ngokukhawuleza emva koko. Yenza isaziso ebandleni xa oku sele kwenziwe.

◼ Njengoko kwazisiwe kwinkupho yoBulungiseleli Bethu BoBukumkani bukaJanuwari 1996, intetho ekhethekileyo yesidlangalala yexesha leSikhumbuzo kulo nyaka iya kunikelwa kwinkoliso yamabandla ngeCawa, ngoAprili 21. Umxholo wale ntetho uthi “Ukuhlala Singenakusoleka Phakathi Kwesizukulwana Esigoso.” Kufanele kwenziwe umgudu okhethekileyo wokumema abo baza kube bekho kwiSikhumbuzo ngoAprili 2.

◼ Iimpapasho Ezintsha Ezifumanekayo:

Ukuqiqa NgeZibhalo (ibandla nowonke wonke: R5,60; oovulindlela: R3,70)—NgesiTsonga

◼ Iikhasethi Ezintsha Zevidiyo Ezifumanekayo:

To the Ends of the Earth (Ibalaselisa imbali yeminyaka engama-50 yeGiliyadi; ibandla nowonke wonke: R52,00; oovulindlela: R45,00)—NgesiNgesi

United by Divine Teaching (Ibalaselisa iinkalo ezikhethekileyo zeendibano zezizwe ngezizwe zowe-1993/94, ibethelela umxholo wendibano othi “Imfundiso Yobuthixo”; ibandla nowonke wonke: R52,00; oovulindlela: R45,00)—NgesiFrentshi, ngesiNgesi, nangesiPhuthukezi

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share