IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 1/02 iphe. 2
  • ‘Bekela Bucala Okuthile’

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • ‘Bekela Bucala Okuthile’
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2002
  • Amanqaku Afanayo
  • Ikho Into Esinokumpha Yona UYehova
    Ubulungiseleli BoBukumkani—2008
  • Abantu Abathanda Ukupha Bayonwaba
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Efundwayo)—2018
  • ‘Beka Into Ecaleni’
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2023
  • Uyakhumbula Na?
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2001
Khangela Okunye
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2002
km 1/02 iphe. 2

‘Bekela Bucala Okuthile’

Ebandleni lamaKristu lenkulungwane yokuqala, kwakukho intswelo yezinto eziphathekayo ekwakufuneka kunikelwe ingqalelo kuyo. Ngokwengeniso yomntu ngamnye, kwakukhuthazwa ukuba ‘abeke okuthile bucala’ njengomnikelo wokuhlangabezana nezo ntswelo. (1 Kor. 16:1-3) Ngenxa yesisa sabo, bonke babevuyiswa kukunikela ‘iimbonakaliso ezininzi zombulelo kuThixo.’—2 Kor. 9: 11, 12.

Namhlanje umsebenzi wehlabathi lonke wabantu bakaYehova uyaqhubeka usanda, ufuna ukuxhaswa ngemali ngokuqhubekayo kunanini na ngaphambili. Kufanelekile ke ngoko ukuba nathi ‘sibekele bucala okuthile’ rhoqo ukuze sinikele uncedo. (2 Kor. 8: 3, 4) Ukunikela ngezinto eziphathekayo kunokwenziwa ngeendlela ezininzi. (Bona IMboniselo kaNovemba 1, 2001, iphepha 28-9.) Oku sikujonga njengelungelo elizisa ulonwabo lokwenene.—IZe. 20:35.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share