IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 3/04 iphe. 3
  • Okufanele Kukhunjulwe NgeSikhumbuzo

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Okufanele Kukhunjulwe NgeSikhumbuzo
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2004
  • Amanqaku Afanayo
  • Izinto Ezimele Zikhunjulwe Xa Kulungiselelwa ISikhumbuzo
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2007
  • Izinto Ezimele Zikhunjulwe Xa Kulungiselelwa ISikhumbuzo
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2006
  • Izinto Ezimele Zikhunjulwe Xa Kulungiselelwa ISikhumbuzo
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2005
  • Okumele Kukhunjulwe NgeSikhumbuzo
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2002
Khangela Okunye
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2004
km 3/04 iphe. 3

Okufanele Kukhunjulwe NgeSikhumbuzo

ISikhumbuzo salo nyaka singeCawa, Aprili 4. Abadala bafanele banikele ingqalelo kule mibandela ilandelayo:

◼ Xa nibeka ixesha lale ntlanganiso, qinisekani ukuba imifuziselo ayiyi kuhanjiswa de kube semva kokutshona kwelanga.

◼ Bonke abantu, kuquka isithethi, bafanele baziswe ngexesha nendawo echanileyo esiza kuqhutyelwa kuyo iSikhumbuzo.

◼ Kufanele kufunwe isonka newayini efanelekileyo zize zilungiswe.—Bona IMboniselo kaFebruwari 15, 2003, iphepha 14-15.

◼ Eholweni kufanele kuziwe neepleyiti, iigilasi netafile efanelekileyo nelaphu layo kwangethuba zize zibekwe kwindawo yazo.

◼ IHolo yoBukumkani okanye enye indawo yeentlanganiso ifanele icocwe kakuhle kwangexesha.

◼ Kufanele kukhethwe abalindi nabo baza kuhambisa isonka newayini kwangethuba baze bayalelwe ngemisebenzi yabo, indlela efanelekileyo abafanele bayenze ngayo, nemfuneko yokunxiba nokuzilungisa ngendlela endilisekileyo.

◼ Kufanele kwenziwe amalungiselelo okusa isonka newayini kuye nabani na ongumthanjiswa ogulayo nongenakukwazi ukubakho.

◼ Xa amabandla aliqela eza kusebenzisa iHolo yoBukumkani enye, afanele alungelelaniswe kakuhle ukuze kuphetshwe ukuxinana okungeyomfuneko emnyango, kwiindlela zikawonke-wonke nakwiindawo zokumisa iinqwelo-mafutha.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share