IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 2/10 iphe. 3
  • Ucwangciso Lweveki KaFebruwari 22

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ucwangciso Lweveki KaFebruwari 22
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2010
  • Imixholwana
  • IVEKI EQALA NGOFEBRUWARI 22
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2010
km 2/10 iphe. 3

Ucwangciso Lweveki KaFebruwari 22

IVEKI EQALA NGOFEBRUWARI 22

Ingoma 64 (191)

□ ISifundo SeBhayibhile Sencwadi:

lv isahlu. 17 ¶11-22

□ ISikolo Sobulungiselelo Sobuthixo:

Ufundo lweBhayibhile: Abagwebi 19-21

Impinda YeSikolo Sobulungiseleli Sobuthixo

□ INtlanganiso Yenkonzo:

Ingoma 20 (28)

5 imiz: Izaziso.

10 imiz: Uncwadi Oluza Kuhanjiswa NgoMatshi. Yiba nodliwano-ndlebe nabavakalisi ababini, ubacele bachaze izinto ezisebenzisekayo zoncwadi oluhanjiswayo kule nyanga nokuba ziziphi iintshayelelo abazifumene ziphumelela entsimini. Umvakalisi ngamnye makenze umboniso wentshayelelo okanye abonise amava endlela yokusebenzisa impapasho ukuqalisa isifundo seBhayibhile.

10 imiz: Ukuqiqa Kukhuthaza Abantu Ukuba Baphulaphule. Intetho esekelwe kwincwadi ethi ISikolo Sobulungiseleli, iphepha 251 ukuya kwiphepha 253, isiqendu 2.

10 imiz: Ukwalathisa Abanomdla Kwintlangano KaYehova. Ingxubusho nabaphulaphuli yeziqendu ezithathu phantsi komxholwana okwiphepha 99 lencwadi ethi Ulungelelwano. Buza abaphulaphuli ukuba ziziphi iindlela abaye balathisa ngazo abantu abanomdla kwintlangano kaYehova. Dlan’ indlebe nomvakalisi oye wangenelwa ngenxa yokuba umntu owayemfundela waye wenza oku.

Ingoma 122 (127)

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share