Ucwangciso Lweveki Ka-April 5
IVEKI EQALA NGO-APRILI 5
Ingoma 2 (212)
□ ISifundo SeBhayibhile Sebandla:
cf isahlu. 2 ¶15-20, nebhokisi ekwiphe. 23
□ ISikolo Sobulungiseleli Sobuthixo:
Ufundo lweBhayibhile: 1 Samuweli 16-18
No. 1: 1 Samuweli 18:1-16
No. 2: Yintoni Esifanele Siyiqwalasele Xa Sihlolisisa Amasiko EKrismesi? (rs-XO p. 154 isiqe. 1-3)
No. 3: Kutheni Sifanele Silandele Ikhondo Lokubuk’ Iindwendwe? (Roma 12:13)
□ INtlanganiso Yenkonzo:
Ingoma 124 (67)
5 imiz: Izaziso.
10 imiz: Ukuba Umninimzi Uthi, ‘Andikholelwa KuThixo.’ Ingxubusho nabaphulaphuli esekelwe kwincwadi ethi Ukuqiqa, iphepha 355.
10 imiz: Iimfuno zebandla lasekuhlaleni.
10 imiz: Buyela Kwabo Banomdla Bebeye ESikhumbuzweni. Intetho. Chaza inani labo bebekho eSikhumbuzweni, uze ubalise amava aphathelele iSikhumbuzo. Khuthaza bonke ukuba babuyele kwabo banomdla bebekho esikhumbuzweni ngenjongo yokuqalisa isifundo seBhayibhile. Bafanele bamenyelwe kwintetho ekhethekileyo. Quka umboniso womntu omema umntu onomdla kwintetho ekhethekileyo.
Ingoma 79 (66)