Ucwangciso Lweveki KaMeyi 31
IVEKI EQALA NGOMEYI 31
Ingoma 114 (180)
□ ISifundo SeBhayibhile Sebandla:
□ ISikolo Sobulungiseleli Sobuthixo:
Ufundo lweBhayibhile: 2 Samuweli 16-18
No. 1: 2 Samuweli 17:1-13
No. 2: Isizathu Sokuba Kuthiwe UYesu “UyiNkosi Yesabatha” (Mat. 12:8)
No. 3: Ngaba Simele Sinqule “Iingcwele” Njengezisimela KuThixo? (rs iphe. 111 isiqe. 9–iphe. 112 isiqe. 3)
□ INtlanganiso Yenkonzo:
Ingoma 35 (81)
5 imiz: Izaziso.
10 imiz: “Ngaba Uye Wabonisa Indlela Yokuqhuba Isifundo Kutyelelo Lokuqala?” Intetho. Emva kokucacisa icebiso elikweli nqaku, yiba nomboniso walo.
20 imiz: “Indlela Yokuqeqesha Abatsha Bashumayele.” Ingxubusho yemibuzo neempendulo. Emva kokuxubusha isiqendu 5, yiba nomboniso womdala esebenza nomvakalisi omtsha. Umvakalisi omtsha wenza eyakhe intshayelelo kodwa akazami kufunda isibhalo. Emva kokuba bemkile kuloo mzi, umdala unikela icebiso ngobuchule nangobubele, ukhuthaza lo mvakalisi usemtsha ukuba asebenzise iBhayibhile xa eshumayela.
Ingoma 22 (77)