Ucwangciso Lweveki Ka-Aprili 18
IVEKI EQALA NGOAPRILI 18
Ingoma 17 Nomthandazo
□ ISifundo SeBhayibhile Sebandla:
bt isahlu. 2 ¶16-23 (25 imiz.)
□ ISikolo Sobulungiseleli Sobuthixo:
Ufundo lweBhayibhile: Yobhi 28-32 (10 imiz.)
No. 1: Yobhi 30:1-23 (4 imiz. okanye ngaphantsi)
No. 2: Ukuba Ubani Uthi: “Anikholelwa KuYesu”—rs iphe. 405 ¶1-3 (5 imiz.)
No. 3: Isizathu Sokuba Sifanele Sicinge Phambi Kokuba Sithethe—IMize. 16:23 (5 imiz.)
□ INtlanganiso Yenkonzo:
5 imiz: Izaziso.
10 imiz: Xa Abanye Benemibuzo. Intetho esekelwe kwincwadi ethi ISikolo Sobulungiseleli, iphepha 177, isiqendu 2 ukusa ekupheleni kwephepha 178. Yenza umboniso omfutshane womntu ongakholwayo okwindawo yempangelo obuza umvakalisi ngeenkolelo zethu. Lo mvakalisi uthetha yedwa ecingisisa ngeyona ndlela ifanelekileyo yokumphendula aze emva koko amphendule.
10 imiz: Ibhokisi Yemibuzo. Ingxubusho esingathwa ngumdala.
10 imiz: Iindlela Zokushumayela Iindaba Ezilungileyo—Kwindlu Ngendlu. Ingxubusho esekelwe kwincwadi ethi Ulungelelwano, iphepha 92, isiqendu 3, ukusa kwiphepha 95, isiqendu 2. Dlan’ indlebe nomvakalisi omnye okanye ababini abashumayela kwindlu ngendlu nakuba bejamelene nemiqobo efana nempilo enkenenkene okanye ukuba neentloni. Nguwuphi umvuzo abaye bawufumana ngenxa yemigudu yabo?
Ingoma 26 Nomthandazo