IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 4/11 iphe. 4
  • Ucwangciso Lweveki KaMeyi 2

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ucwangciso Lweveki KaMeyi 2
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2011
  • Imixholwana
  • IVEKI EQALA NGOMEYI 2
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2011
km 4/11 iphe. 4

Ucwangciso Lweveki KaMeyi 2

IVEKI EQALA NGOMEYI 2

Ingoma 99 Nomthandazo

□ ISifundo SeBhayibhile Sebandla:

bt isahlu. 3 ¶4-11 (25 imiz.)

□ ISikolo Sobulungiseleli Sobuthixo:

Ufundo lweBhayibhile: Yobhi 38-42 (10 imiz.)

No. 1: Yobhi 40:1-24 (4 imiz. okanye ngaphantsi)

No. 2: Iingenelo Zokuba Nobulali Nomonde (5 imiz.)

No. 3: Ukuba Ubani Uthi: “Ngaba Uyamamkela UYesu NjengoMsindisi Wakho?”—rs iphe. 406 ¶1-2 (5 imiz.)

□ INtlanganiso Yenkonzo:

Ingoma 82

10 imiz: Izaziso. Usebenzisa intshumayelo ekweli phepha, bonisa indlela esinokuqaliswa ngayo isifundo kuMgqibelo wokuqala kaMeyi. Bakhuthaze bonke ukuba babe nenxaxheba.

15 imiz: Iimfuno Zebandla Lasekuhlaleni.

10 imiz: Lungiselela Ukuhambisa Amaphephancwadi NgoMeyi. Ingxubusho. Kangangomzuzu okanye emibini yithi gqaba-gqaba ngoko kuqulethwe ngala maphephancwadi. Emva koko khetha amanqaku amabini okanye amathathu, uze ucele abaphulaphuli ukuba bachaze imibuzo nezibhalo abacinga ukuzisebenzisa. Yenza umboniso wendlela anokuhanjiswa ngayo.

Ingoma 91 Nomthandazo

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share