IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 12/11 iphe. 1
  • Ucwangciso Lweveki KaDisemba 12

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ucwangciso Lweveki KaDisemba 12
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2011
  • Imixholwana
  • IVEKI EQALA NGODISEMBA 12
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2011
km 12/11 iphe. 1

Ucwangciso Lweveki KaDisemba 12

IVEKI EQALA NGODISEMBA 12

Ingoma 43 Nomthandazo

□ ISifundo SeBhayibhile Sebandla:

bt isahlu. 14 ¶1-5, ibhokisi ekwiphe. 112 (25 imiz.)

□ ISikolo Sobulungiseleli Sobuthixo:

Ufundo lweBhayibhile: Isaya 6-10 (10 imiz.)

No. 1: Isaya 6:1-13 (4 imiz. okanye ngaphantsi)

No. 2: Kutheni Le Nto UThixo Evumela Ukuba Kudlule Ixesha Elininzi Kangaka Ngaphambi Kokutshabalalisa Abangendawo?—rs iphe. 142 ¶5-7 (5 imiz.)

No. 3: Isizathu Sokuba Uthando Lungenakuze Lutshitshe—1 Kor. 13:8; 1 Yoh. 4:8 (5 imiz.)

□ INtlanganiso Yenkonzo:

Ingoma 36

5 imiz: Izaziso.

15 imiz: ISikolo Sobulungiseleli Sobuthixo Sowama-2012. Intetho enikelwa ngumveleli wesikolo. Xubusha iingongoma ibandla elimele lisebenzele kuzo kucwangciso lowama-2012. Bakhumbuze ngendima yomluleki wangasese. Khuthaza bonke ukuba bakhuthalele izabelo zabo, babe nenxaxheba kwiimbalasane zeBhayibhile, baze basebenzise amacebiso abawafumana veki nganye kwincwadi yeSikolo Sobulungiseleli.

15 imiz: “Asitshayisi Kulo Msebenzi.” Imibuzo neempendulo. Xa nixubusha isiqendu 2, dlan’ indlebe nomvakalisi ophumelelayo ekunikeleni ubungqina obungacwangciswanga. Mcele achaze indlela akulungiselela ngayo kusengaphambili oku aze abalise namava abe yimpumelelo.

Ingoma 135 Nomthandazo

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share