IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 6/12 iphe. 1
  • Ucwangciso Lweveki KaJuni 11

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ucwangciso Lweveki KaJuni 11
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2012
  • Imixholwana
  • IVEKI EQALA NGOJUNI 11
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2012
km 6/12 iphe. 1

Ucwangciso Lweveki KaJuni 11

IVEKI EQALA NGOJUNI 11

Ingoma 123 Nomthandazo

□ ISifundo SeBhayibhile Sebandla:

bt isahl. 22 ¶1-6 (25 imiz.)

□ ISikolo Sobulungiseleli Sobuthixo:

Ufundo lweBhayibhile: IZililo 1-2 (10 imiz.)

No. 1: IZililo 2:11-19 (4 imiz. okanye ngaphantsi)

No. 2: Ziziphi Iindlela Abantu ‘Abawonakalisi Ngazo Umhlaba’?—ISityhi. 11:18 (5 imiz.)

No. 3: Ngaba UMariya Wazukiswa Ngokukhethekileyo Kwibandla LamaKristu Lokuqala?—rs iphe. 189 ¶3–iphe. 190 ¶2 (5 imiz.)

□ INtlanganiso Yenkonzo:

Ingoma 134

5 imiz: Izaziso.

10 imiz: Siqhube Njani? Ingxubusho eyenziwa ngunobhala. Chaza ukuba liqhube njani ibandla ngexesha leSikhumbuzo, uze ulincome ngomsebenzi eliwenzileyo. Cela abaphulaphuli babalise amava abaye bawafumana xa bebesasaza izimemo zeSikhumbuzo, bebuyela kwabo bebeze okokuqala naxa bebengoovulindlela abangabancedani.

20 imiz: “Izizathu Ezilishumi Elinesibini Zokushumayela.” Ingxubusho.

Ingoma 47 Nomthandazo

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share