IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 6/12 iphe. 3
  • Ucwangciso Lweveki KaJuni 25

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ucwangciso Lweveki KaJuni 25
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2012
  • Imixholwana
  • IVEKI EQALA NGOJUNI 25
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2012
km 6/12 iphe. 3

Ucwangciso Lweveki KaJuni 25

IVEKI EQALA NGOJUNI 25

Ingoma 63 Nomthandazo

□ ISifundo SeBhayibhile Sebandla:

bt isahl. 22 ¶15-21 (25 imiz.)

□ ISikolo Sobulungiseleli Sobuthixo:

Ufundo lweBhayibhile: Hezekile 1-5 (10 imiz.)

Impinda YeSikolo Sobulungiseleli Sobuthixo (20 imiz.)

□ Intlanganiso Yenkonzo:

Ingoma 59

10 imiz: Izaziso. Sebenzisa iintshumayelo eziboniswe kwiphepha 4 ukuze ubonise indlela esinokuwasebenzisa ngayo amaphephancwadi ukuze siqalise izifundo zeBhayibhile kuMgqibelo wokuqala kaJulayi.

15 imiz: Lisebenzise Kakuhle Ixesha Lakho Xa Usentsimini. (Efe. 5:15, 16) Ingxubusho esekelwe kule mibuzo ilandelayo. (1) Sinokulisebenzisa njani ixesha lethu ngobulumko: (a) xa siqhuba intlanganiso yentsimi? (b) emva kwentlanganiso yentsimi? (c) xa umntu esihamba naye emotweni encokola ithuba elide nomntu onomdla? (d) xa kufuneka sihambe umgama omde ukusuka kwelinye ibuyelo ukuya kwelinye? (2) Silonga njani ixesha xa: (a) intsapho yethu ifumana isidlo sayo ngaphambi kwentlanganiso yasentsimini, ukuba kunokwenzeka? (b) wonke umntu efika kwangethuba kwintlanganiso yasentsimini? (c) siphulaphula njengoko umqhubi wentlanganiso esaba amaqela size singayitshintshi ngokungeyomfuneko indlela esabiwe ngayo emva kokuphela kwentlanganiso yentsimi? (d) wonke umntu esazi ukuba iqala phi intsimi, ngaphambi kokuba kuhanjwe?

10 imiz: Uncwadi Oluza Kuhanjiswa NgoJulayi. Ingxubusho. Chaza okuqulethwe luncwadi oluza kuhanjiswa uze wenze umboniso omnye okanye emibini yendlela yokuluhambisa.

Ingoma 29 Nomthandazo

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share